1 Usamuweli 1:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenjenjalo uElikana iminyaka ngeminyaka, xa wenyukayo ukuya endlwini kaYehova; wenjenjalo uPenina ukumqumbisa; uHana walila, akadla.

1 Usamuweli 1

1 Usamuweli 1:1-17