1 Usamuweli 1:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ukufezeka kwemihla, wamitha uHana, wazala unyana, wamthiya igama elinguSamuweli,* esithi, Kungokuba ndamcelayo kuYehova.

1 Usamuweli 1

1 Usamuweli 1:13-23