Bavuka kusasa ngengomso, baqubuda phambi koYehova, babuya, bangena endlwini yabo eRama.UElikana wamazi uHana umkakhe; uYehova wamkhumbula.