1 Usamuweli 1:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke yena uHana wayethethela entliziyweni yakhe, kubebezela imilebe yomlomo wakhe yodwa, ilizwi lakhe lingavakali; uEli waba uyanxila.

1 Usamuweli 1

1 Usamuweli 1:3-20