1 Usamuweli 1:12-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. Kwathi, ekuthandazeni kwakhe uzungu phambi koYehova, uEli wawugqala umlomo wakhe.

13. Ke yena uHana wayethethela entliziyweni yakhe, kubebezela imilebe yomlomo wakhe yodwa, ilizwi lakhe lingavakali; uEli waba uyanxila.

14. Wathi uEli kuye, Koda kube nini na unxila? Yisuse iwayini yakho kuwe.

1 Usamuweli 1