1 Ookumkani 7:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zonke ezo zinto bezizezamatye anqabileyo, aqingqwe ngokomlinganiso, asarhiweyo ngeesarha, ngaphakathi nangaphandle; ethabathela esisekweni esa elungqwini, ethabathela nangaphandle esa entendelezweni enkulu.

1 Ookumkani 7

1 Ookumkani 7:8-16