1 Ookumkani 7:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Indlu yakhe abehlala kuyo, ekwenye intendelezo phakathi ngasevarandeni, yasetyenzwa kwangokunjalo. Wayenzela indlu intombi kaFaro, awayizekayo uSolomon, yanjengaloo varanda.

1 Ookumkani 7

1 Ookumkani 7:5-10