1 Ookumkani 5:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuweva uHiram amazwi kaSolomon, wavuya kunene, wathi, Makabongwe uYehova namhla, omnikileyo uDavide unyana olumkileyo, wokubaphatha aba bantu baninzi kangaka.

1 Ookumkani 5

1 Ookumkani 5:2-9