1 Ookumkani 5:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko ke wisa umthetho, bandigawulele imisedare* eLebhanon; abakhonzi bam babe nabakhonzi bakho; ndíkunike umvuzo wabakhonzi bakho, njengako konke owokuthetha; ngokuba uyazi wena, ukuba kuthi apha akukho ndoda ikwaziyo ukugawula imithi njengamaTsidon.

1 Ookumkani 5

1 Ookumkani 5:1-13