1 Ookumkani 3:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani, Le ithi, Ngunyana wam lo uhleliyo, unyana wakho ngulowa ufileyo; leya ithi, Hayi, unyana wakho ngulowa ufileyo, ngunyana wam lo uhleliyo.

1 Ookumkani 3

1 Ookumkani 3:13-28