1 Ookumkani 3:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi enye inkazana, Hayi, ngunyana wam lo uhleliyo, unyana wakho ngulowa ufileyo. Yathi le, Hayi; unyana wakho ngulowa ufileyo, unyana wam ngulo uhleliyo. Benjenjalo ukuthetha phambi kokumkani.

1 Ookumkani 3

1 Ookumkani 3:20-23