1 Ookumkani 22:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kwahlalwa iminyaka yamithathu, kungekho mfazwe phakathi kwama-Aram* namaSirayeli.

2. Kwathi ngomnyaka wesithathu wehla uYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, waya kukumkani wakwaSirayeli.

3. Wathi ukumkani wakwaSirayeli kubakhonzi bakhe, Anazi na ukuba iRamoti yaseGiliyadi yeyethu, ukanti sithe cwaka thina; asiyihluthi esandleni sokumkani wakwa-Aram?

1 Ookumkani 22