1 Ookumkani 22:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani wakwaSirayeli kubakhonzi bakhe, Anazi na ukuba iRamoti yaseGiliyadi yeyethu, ukanti sithe cwaka thina; asiyihluthi esandleni sokumkani wakwa-Aram?

1 Ookumkani 22

1 Ookumkani 22:2-5