1 Ookumkani 21:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo wathetha uYehova ngoIzebhele, wathi, UIzebhele uya kudliwa zizinja emseleni wongqameko lwaseYizereli.

1 Ookumkani 21

1 Ookumkani 21:17-28