1 Ookumkani 21:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndoyenza indlu yakho ibe njengendlu kaYarobheham unyana kaNebhati, nanjengendlu kaBhahesha unyana ka-Ahiya, ngenxa yokuqumbisa ondiqumbise ngako, wawonisa amaSirayeli.

1 Ookumkani 21

1 Ookumkani 21:21-29