1 Ookumkani 20:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke kubathunywa bakaBhen-hadade, Nothi enkosini yam ukumkani, Yonke into obumthume yona umkhonzi wakho ngokokuqala, ndoyenza; le nto yona andinakuyenza. Bemka ke abathunywa, babuya nelo lizwi.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:2-12