1 Ookumkani 20:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathumela uBhen-hadade kuye, wathi, Mabenjenje oothixo kum, baqokele ukwenjenje, ukuba luthe uthuli lwakwaSamari lwalingana ukuzalisa izandla zabantu bonke abandilandelayo.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:3-15