1 Ookumkani 20:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku abakhonzi bokumkani bakwa-Aram bathi kuye, Ngoothixo basezintabeni oothixo babo, kuko le nto bomeleleyo kunathi; masilwe nabo ke emathafeni, ukuba asisayi komelela na kunabo.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:20-33