1 Ookumkani 20:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafika umprofeti lowa kukumkani wakwaSirayeli, wathi kuye, Hamba uye kuzomeleza, ukúqonde ukubone okwenzayo; ngokuba ukuvela komnyaka, ukumkani wakwa-Aram uya kunyuka alwe nawe.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:17-25