1 Ookumkani 2:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathumela ukumkani, wabiza uShimehi, wathi kuye, Zakhele indlu eYerusalem, uhlale khona, ungaphumi khona, uye phi naphi;

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:35-41