1 Ookumkani 2:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani wamisa uBhenaya, unyana kaYehoyada, esikhundleni sakhe phezu komkhosi; ukumkani wamisa uTsadoki umbingeleli esikhundleni sika-Abhiyatare.

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:30-41