1 Ookumkani 18:46 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Safika ke isandla sikaYehova kuEliya; wazibhinqisa, wagidima phambi koAhabhi, kwada kwaba sekungeneni eYizereli.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:36-46