1 Ookumkani 18:45 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ke kwakamsinya lasuka izulu lamnyama ngamafu nomoya; kwabakho imvula enkulu. Wakhwela uAhabhi, waya eYizereli.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:37-46