1 Ookumkani 18:43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kwindodana yakwakhe, Khawunyuke, ukhangele ngeli cala laselwandle. Yenyuka, yakhangela, yathi, Akukho nto. Wathi, Buya uye, izihlandlo zibe sixhenxe.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:33-45