1 Ookumkani 18:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenyuka ke uAhabhi, waya kudla, waya kusela.Ke uEliya wenyuka waya encotsheni yeKarmele, waqondela emhlabeni, wabufaka ubuso bakhe phakathi kwamadolo akhe.

1 Ookumkani 18

1 Ookumkani 18:41-46