1 Ookumkani 17:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuye, Ndinike unyana wakho. Wamthabatha ke esifubeni sakhe, wenyuka naye, waya egumbini eliphezulu abehlala kulo, wamlalisa phezu kwesingqengqelo sakhe.

1 Ookumkani 17

1 Ookumkani 17:13-22