1 Ookumkani 17:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuEliya, Yintoni na enam nawe, mfo wakwaThixo? Uzé kum, ukuba undikhumbuze ubugwenxa bam, umbulale unyana wam?

1 Ookumkani 17

1 Ookumkani 17:13-24