1 Ookumkani 16:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza wathenga intaba yakwaSamari kuSamari ngeetalente ezimbini zesilivere, wákha kuloo ntaba, wathi igama laloo mzi wawakhayo yiSamari, ngegama likaSamari umninintaba.

1 Ookumkani 16

1 Ookumkani 16:20-30