1 Ookumkani 16:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wamashumi amathathu anamnye ka-Asa ukumkani wakwaYuda, uOmri waba ngukumkani wamaSirayeli, iminyaka yaba lishumi elinamibini; waba ngukumkani eTirtsa iminyaka emithandathu.

1 Ookumkani 16

1 Ookumkani 16:19-24