1 Ookumkani 16:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngenxa yezono zakhe awona ngazo, wenza okubi emehlweni kaYehova, wahamba ngendlela kaYarobheham, nangezono zakhe awazenzayo wawonisa ngazo amaSirayeli.

1 Ookumkani 16

1 Ookumkani 16:9-22