1 Ookumkani 16:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akubona uZimri ukuba uza kuthinjwa umzi, wangena enqabeni yendlu yokumkani, wayitshisa ngomlilo phezu kwakhe indlu yokumkani, wafa;

1 Ookumkani 16

1 Ookumkani 16:10-21