1 Ookumkani 15:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAbhiyam walala kooyise, bamngcwabela emzini kaDavide. UAsa, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

1 Ookumkani 15

1 Ookumkani 15:6-14