1 Ookumkani 15:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zika-Abhiyam, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda? Yaye iyimfazwe ke phakathi koAbhiyam noYarobheham.

1 Ookumkani 15

1 Ookumkani 15:1-10