1 Ookumkani 15:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngenxa yezono zikaYarobheham awona ngazo, awawonisa ngazo amaSirayeli; ngokumqumbisa kwakhe awamqumbisa ngako uYehova uThixo kaSirayeli.

1 Ookumkani 15

1 Ookumkani 15:28-31