1 Ookumkani 15:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, xa angukumkani, wayibulala yonke indlu kaYarobheham; akasalisa namnye uphefumlayo kwaYarobheham, wada wamtshabalalisa, ngokwelizwi likaYehova, abelithethile ngomkhonzi wakhe uAhiya waseShilo:

1 Ookumkani 15

1 Ookumkani 15:22-34