1 Ookumkani 13:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uyise kubo, Úhambé ngayiphi na indlela? Babeyibonile ke indlela oonyana bakhe, ahambe ngayo umfo wakwaThixo, owayevele kwaYuda.

1 Ookumkani 13

1 Ookumkani 13:7-19