1 Ookumkani 13:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku kwakuhleli eBheteli umprofeti othile, obeseleyindoda enkulu; weza unyana wakhe, wamcacisela konke awakwenzayo umfo wakwaThixo loo mini eBheteli; namazwi awawathethayo kukumkani, wawacacisa kuyise.

1 Ookumkani 13

1 Ookumkani 13:1-21