1 Ookumkani 12:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. URehabheham waya kwaShekem; ngokuba amaSirayeli onke abeye kumenza ukumkani kwaShekem.

2. Kwathi akuva uYarobheham, unyana kaNebhati (eseYiputa, apho wayebalekele khona ebusweni bukaSolomon ukumkani; ehleli uYarobheham eYiputa, bathumela bambiza),

3. weza uYarobheham nebandla lonke lakwaSirayeli, bathetha noRehabheham, besithi,

1 Ookumkani 12