1 Ookumkani 11:43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USolomon walala kooyise, wangcwatyelwa emzini kaDavide uyise; uRehabheham, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

1 Ookumkani 11

1 Ookumkani 11:41-43