1 Ookumkani 11:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

NoYarobheham, unyana kaNebhati, umEfrayim waseTsereda, umkhonzi kaSolomon, ogama lonina belinguTseruya, umhlolokazi, wasiphakamisa isandla kukumkani.

1 Ookumkani 11

1 Ookumkani 11:19-33