1 Ookumkani 11:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waba lutshaba lwamaSirayeli yonke imihla kaSolomon; ke ngobu bubi wabenzáyo uHadade, wakruquka ngamaSirayeli; waye engukumkani kwa-Aram.*

1 Ookumkani 11

1 Ookumkani 11:15-28