1 Ookumkani 1:53 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathumela ukumkani uSolomon, bamhlisa esibingelelweni; waya waqubuda kukumkani uSolomon. Wathi uSolomon kuye, Hamba ugoduke.

1 Ookumkani 1

1 Ookumkani 1:46-53