1 Ookumkani 1:52 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uSolomon, Ukuba úthe wangumfo onesidima, akusayi kuwa lunwele lwakhe emhlabeni; ke ukuba kuthe kwafunyanwa ububi kuye, úya kufa.

1 Ookumkani 1

1 Ookumkani 1:51-53