1 Ookumkani 1:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bafuna ke intombi eyinzwakazi emideni yonke yakwaSirayeli, bafumana uAbhishagi waseShunem, bamzisa kukumkani.

1 Ookumkani 1

1 Ookumkani 1:1-6