1 Kwabasetesalonika 2:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba niyakukhumbula, bazalwana, ukubulaleka kwethu nemigu yethu; kuba sazivakalisa kuni iindaba ezilungileyo zikaThixo, sisebenza ubusuku nemini, ukuze singabi mthwalo nakubani kuni.

1 Kwabasetesalonika 2

1 Kwabasetesalonika 2:6-18