ngokunjalo sinilangazelela nje, kwakholeka kuthi ukuba singaneli kunábela iindaba ezilungileyo zikaThixo nje kodwa, sinabéle nobomi bethu, ngenxa enokuba naba ziintánda kuthi.