1 Kwabasetesalonika 1:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba bona ngokwabo baxela ngathi, ukuba kwakunjani na ukungena kwethu kuni, nokokuba nathíni na ukuguqukela kuThixo, niphuma kuzo izithixo, ukuze nikhonze uThixo ophilileyo oyinyaniso,

1 Kwabasetesalonika 1

1 Kwabasetesalonika 1:7-10