1 Kwabasetesalonika 1:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba lahlokoma livela kuni ilizwi leNkosi, akwaba khona kwelaseMakedoni nelaseAkaya lodwa; kusuke ezindaweni zonke ukukholwa kwenu kuThixo kwaduma, ngokokude kungabi safuneka ukuba sithethe nto.

1 Kwabasetesalonika 1

1 Kwabasetesalonika 1:7-10