1 Kwabasekorinte 9:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Andingumpostile* na? Andingokhululekileyo na? Andimbonanga na uYesu Kristu, iNkosi yethu? Aninguwo na nina umsebenzi wam eNkosini?

2. Ukuba andimpostile kwabanye, kuni nina ndinguye; kuba itywina lokuqinisa obam ubupostile linini aba baseNkosini.

3. Okwam ukuziphendulela kwabandincinayo kuko oku.

4. Asinagunya na lokudla nokusela?

1 Kwabasekorinte 9