1 Kwabasekorinte 8:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yoko ndithi, Ukuba ukudla kuyamkhubekisa umzalwana wam, andisayi kudla nyama naphakade, ukuze ndingamkhubekisi umzalwana wam.

1 Kwabasekorinte 8

1 Kwabasekorinte 8:12-13